Job 36:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngazo ezizinto egweba izizwe, enika ukutya ngokuninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngezo nto ugqweba izizwe, Unika ukudla ngento eninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngezo nto ugweba abantu; unika inyama eninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le yindlela aluxhasa ngayo uluntu, aluthi jize ngendyikityha yendyebo.