Job 36:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akawasusi kwabalungileyo amehlo ake; nakunye nokumkani eteroneni, uyabahlalisa ngonapakade, bapakanyiswe ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akawasusi amehlo akhe kwabangamalungisa; Ubahlalisa kunye nookumkani etroneni Ngonaphakade, baphakame ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akawabhekiseli amehlo akhe kumalungisa, uhleli nookumkani etroneni yakhe; ewe, uzimise ngonaphakade, ziphakame.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akawasusi amehlo akhe kumalungisa. Nguye obeka ookumkani ezihlalweni, abanye abayeke apho ixesha elide. Kodwa ukuba bayaziphakamisa