Job 36:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uyandula abazise isenzo sabo, nezigqito zabo, ukuba benze nger̔atshi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubaxelela izenzo zabo Nezikreqo zabo; ngokuba bezenza amagorha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko ubabonisa izenzo zabo nezikreqo zabo abazenzileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo ubatyhilela izenzo zabo, esalatha izikreqo zabo xa babeziphakamisa.