Job 37:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lona liyajikajika ngamacala onke ngokukapa kwake; ukuze enze konke awayalela ngako, pezu kwobuso bendawo ezimiweyo zomhlaba;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wona ajikajika ngeenxa zonke ngokwalathiswa nguye, Ukuze enze konke awawamisela khona Ebusweni behlabathi elimiweyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye iguqulwa ngokwentando yakhe, ukuze babe nako ukwenza yonke into abayalela yona, kulo lonke ihlabathi lehlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nguThixo owalawulayo, atsho enze eyakhe imiyalelo kulo lonke elimiweyo.