Job 37:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba kungenxa yokubeta, nokuba kungenxa yelizwe lake, nokuba kungenxa yobubele, alifikisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba kungenxa yokubetha, nokuba kungenxa yehlabathi lakhe, Nokuba kungenxa yenceba, uyawafikisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyakuvumela ukuba kufike, nokuba kuthethiwe, nokuba kungenxa yelizwe lakhe, nokuba kwenziwe inceba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unethisa imvula emhlabeni; kanti isenokuba sisibetho ebantwini, kwanjengokuba isenokuba ngumqondiso wothando lwakhe.