Job 37:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kaloku kungebonelwe ukukanya, kwakukazimla ezulwini, nxa udlulileyo umoya, walenza lisile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoku akubonwa kukhanya Kukhazimlayo, kusesibhakabhakeni; Kudlula umoya, lise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku abantu abakuboni ukukhanya okuqaqambileyo emafini, kodwa umoya uyadlula uze uwahlambulule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bekungekho bani unako ukubona ukukhanya; ukuqaqamba kwako bekusithwe ngamafu, kodwa kwakudlula umoya, kuthi qwenge.