Job 37:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko abantu bayamoyika: akaboni abalumkileyo ngentliziyo noko amnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko bayamoyika abantu; Akabakhathalele bonke abalumke ngokwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenxa yoko le nto abantu bemoyika;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yaloo nto ke, abantu bayamhlonela; kambe ke zona izindwebi akazikhathalele.”