Job 37:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isandla soluntu lwonke uyasincamatisela, ukuba babe nokwazi bonke abantu abenzileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isandla soluntu lonke uyasitywina asivingcele, Ukuba babe nokwazi bonke abantu abenzileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyomeleza isandla sabantu bonke; ukuze bonke abantu bawazi umsebenzi wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu batsho bayeke ukusebenza; kaloku ngoku nguye osebenzayo.