Job 38:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndati: Woza kude kube lapa, koko ungayi kugqita; kulapa kuya kuhlaliswa ukukukumala kwamaza ako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi, Fika apha, ungegqithi; Eme apha amaza akho akratshayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Uya kufika apha, ungegqithi; Aya kupheliswa amaza enu akratshayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaluyalela ndathi: ‘Hamba, ungagqithi apha; amaza akho adlokovayo makaphele apha.’