Job 38:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungenile na ematendeni olwandle? uhambile na ezindaweni zapakati zenzulu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uye wafika na emithonjeni yolwandle? Wahambahamba ezingontsingontsini zenzonzobila?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba ungene emithonjeni yolwandle? Okanye usuke waya kufuna amanzi anzongonzongo na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba wakha wayibona imithombo yolwandle? Sowukhe wathi cakatha ezintunjini zenzonzobila?