Job 38:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uwatyilelwe amasango okufa na? nengcango zesitunzi sokufa uzibonile na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uwatyhilelwe na amasango okufa? Namasango ethunzi lokufa wawabona?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba uwavulelwe na amasango okufa? Wakha wawabona na amasango ethunzi lokufa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uwatyhilelwe na amasango okufa? Wakha wakubona kwamnyama-ndawo?