Job 38:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ipina ke indlela apo kuhlala ukukanya? nobumnyama, ipina indawo yabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iphi na indlela esa ekhayeni lokukhanya, Nobumnyama iphi na indawo yabo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iphi na indlela yokukhanya? ukuba bubumnyama, iphi na indawo yabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ungalixela apho likhoyo ikhaya lokukhanya? Khona, wona umthombo wobumnyama uphi?