Job 38:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ipina ke indlela apo kwabiwa ukukanya, nalapo kupangalala umoya wasempumalanga pezu kwomhlaba?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iphi na indlela yalapho kwabiwa khona ukukhanya? Yalapho luphangalaliswa khona ulophu lwasempumalanga ehlabathini?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwahlula ntoni na ukukhanya, ukwaneka umoya wasempumalanga ehlabathini?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyayazi na indlela eya apho kuvela khona ukukhanya? Uthini umoya wasempuma ukusasazeka phezu kwehlabathi?