Job 38:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungavelisa na izikwenkwezi zendlela yelanga ngexesha lazo? no‐Bere kunye nabantwana bake ungakapa bona na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unokuyivelisa na imilindo yeenyanga ngexesha layo, Uzalathise iinkwenkwezi zeBhere nabantwana bayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unokuzala na uMatsaroti ngexesha lakhe? Ungámalathisa na iArkturo noonyana bayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungazilawula iinkwenkwezi namathuba azo, nditsho oozibhere ngokunjalo namatakane azo?