Job 39:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyalazi na ixesha lokuzala kwamagogo eliwa? uyagqala na akuza kuzala amaxamakazi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyalazi na ixesha lokuzala kwamagogo asemaweni, Ugqale ukuzuza kwamaxhamakazi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyazi ukuba iibhokhwe zasematyeni zizala nini? okanye ungaphawula xa ixhama lizala?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba uyalazi ixesha lokuzala kwamagogo asemaweni? Wakha walibona na inxala xa lifikelwa yinimba yokuzala?