Job 39:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kutemba yona na, ngokuba amandla ayo emakulu? wowushiyela kuyo umsebenzi wako na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wokholosa na ngayo, ngokuba emakhulu amandla ayo, Ukushiye nayo ukuxelenga kwakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unokukholosa na ngayo, ngokuba emakhulu amandla ayo? okanye uzowushiya kuye umsebenzi wakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthi ingaze ikuncede ngamandla ayo; ungawunikela kuyo umsebenzi wakho?