Job 39:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyabala na inyanga azifezayo? uyalazi na ixesha lokuzala kwawo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyazibala na iinyanga azizalisayo, Ulazi na ixesha lokuzala kwawo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyazibala na iinyanga ude uzigqibe? Uyalazi na ixesha labo lokuzalwa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lithatha iinyanga ezingakanani lithwele, lize lifike nini ke ixesha lokuzala kwalo?