Job 39:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amatole alo ayafunxa igazi; nalapo bakoyo abahlatyiweyo, likwa kona lona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amathole alo afunxa igazi; Nalapho bakhona abangxwelerhiweyo, likhona nalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye abantwana bakhe abancinci bamunca igazi, kwaye apho bakhoyo ababuleweyo, kulapho bakhoyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amathole alo amfimfitha igazi; nalapho zikhoyo izidumbu libutha khona ixhalanga.”