Job 4:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukukonya kwengonyama, nelizwi lengonyama enomsindo, namazinyo engonyama ezintsha ayapulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukugquma kwengonyama, nelizwi lebhavumayo, Namazinyo eengonyama ezintsha ancothukile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukugquma kwengonyama, nelizwi lengonyama egqumayo, namazinyo eengonyama ezintsha aqhawuke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona banjengeengonyama ezikroboke amazinyo: nokuba ziyagquma zibhavumle ngokurhwaqelisayo,