Job 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Into engumntu yoba ilungile pambi kwotixo na? indoda iya kuba ngcwele pambi kwomdali wayo na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu ulilungisa na ngaphezu koThixo? Uhlambululekile na umfo ngaphezu koMenzi wakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba umntu ofayo uya kuba lilungisa ngakumbi kunoThixo? Ngaba umntu uya kuba nyulu kunoMdali wakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Ngab' ingenzeka na into yokuba umntu abe lilungisa kunoThixo? Umntu angaba nyulu ngaphezu koMdali wakhe?