Job 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Silinga ukuteta nawe, uya kudinwa na? ngubanina pofu ongawabambayo amazwi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungakudinisa na, kwakulingwa ukubhekiswa ilizwi kuwe?Engubani na onako ukuzibamba angathethi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba sizama ukuthetha nawe, ngaba uya kuziva ukhathazekile? ngubani na ongakwaziyo ukuthetha?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba xa umntu enokukuphendula awungekhathazeki kodwa? Phofu ke ibingubani onokuthula nje?