Job 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi kukwoyika kwako na okuyingqiniso yako, nobunene bemikwa yako obulitemba lako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukoyika kwakho uThixo asiyinqolonci yakho na? Ithemba lakho alikukugqibelela kweendlela zakho na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asikuko na ukunkwantya, ithemba lakho, ithemba lakho, nobulungisa beendlela zakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na kaloku wena ukholosa ngokuhlonela uThixo? Ewe kaloku, qamela ngobunyulu beendlela zakho, ukholose!