Job 40:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangela konke okupakamileyo, ukugobe; nabakohlakeleyo ubanyatele pantsi endaweni yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Libone lonke ikratshi, ulithobe, Ubangqule abangendawo ezindaweni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khangela bonke abantu abanekratshi, umthobe; banyhashe abangendawo esikhundleni sabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, badilize abo baqholosayo; ke zona izikhohlakali zinyhashele apho zikhoyo.