Job 40:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yona yinto enkulu yemisebenzi katixo: owayenzayo wanikela iṙele layo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iyintlahlela yeendlela zikaThixo; UMenzi wayo wayinika ikrele layo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yintlahlela yeendlela zikaThixo: Lowo uyenzayo uya kufika ekreleni lakhe kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuzo zonk' izidalwa ithe kratya ngokukhwankqisa; nguMdali wayo yedwa onako ukuyoyisa.