Job 40:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo upikayo nosomandla uya kumluleka na? omohlwaya utixo, makapendule ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wobambana noSomandla na ke umthethiswa? Umohlwayi kaThixo makakuphendule oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Obambana noSomandla ngaba uya kumfundisa na? Omkhalimelayo uThixo makaphendule;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba ufuna ukubambana noSomandla, usalatha iimpazamo zakhe? Wena omangalela uThixo, phendula.”