Job 40:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba intaba ziyivelisela ukutya, apo zidlala kona zonke izilo zasendle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba iintaba ziyithwalela ukudla, Onke amarhamncwa asendle adlala khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, iintaba ziyivelisela ukudla, apho adlala khona onke amarhamncwa elizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukutya kwayo kufumaneka ezintabeni phaya, apho zidloba-dloba khona izilwanyana.