Job 40:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woka utshitshise kwa igunya lam na? uya kugweba mna na, ukuze wena ugwetyelwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanene uya kwaphula nogwebo lwam na, Undigwebe, ukuze ube lilungisa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba nawe uya kusiphelisa isigwebo sam? Uza kundigweba na, ukuze wena ube lilungisa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba ufuna ukusisingela phantsi isigwebo sam? Ugweba mna ukuze wena ugwetyelwe?