Job 41:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina ondipangeleyo, ukuba ndibuyekeze? okupantsi kwezulu lonke kukokwam nje!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na ondiphangeleyo, wandinika ukuba ndibuyekeze?Okuphantsi kwamazulu onke kokwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na ondithinteleyo ekumbuyekezeni? Konke okuphantsi kwamazulu onke yeyam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukhona na onako ukubanga into kum ukuze ndimbuyisele? Kaloku yonke into phantsi kwezulu yeyam.