Job 41:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Elinye liyasondelana nelinye, ukuba umoya awunakungena pakati kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zisondelene enye nenye, Akungeni moya phakathi kwazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Enye isondelelene kangangokuba nomoya awunakungena phakathi kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, asondelelene ayimbumba; phakathi kwawo akungeni nomoya.