Job 41:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Entanyeni yayo kuhleli amandla; nasebusweni bayo ulwoyiko luyatsiba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Entanyeni yayo kuphuma amandla, Ebusweni bayo kuxhina ukuncama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Entanyeni yayo kuhleli amandla, Neentlungu zijika zibe luvuyo phambi kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yintw' etsho ngengwanyalala yesixhanti; bakuyibona abantu suka barhwaqele.