Job 41:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iya kuzenza imbongozo ezininzi kuwe na? iya kuteta kuwe izinto ezitambileyo na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingatarhuzisa kunene na kuwe, Ithethe amazwi athambileyo kuwe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba uya kutsala umdla ngakumbi kuwe? Angathetha amazwi alula na kuwe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ucing' ukuba ingaze itarhuzise kuwe? Uthi ingakukubongoza ngamazwi athambileyo?