Job 41:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emva kwayo iyenza umzila obengezelayo; ngekubiwa inzulu ingwevu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwayo kukhanya indlela; Anga amanzi anzongonzongo zizimvi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza indlela yokukhanya ngasemva; umntu unokucinga ukuba ubunzulu buzuba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwayo ngumzila omenyezelayo emanzini. Inzonzobila isuka ifane neenwele zengwevu.