Job 41:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amakolwane aya kuyimbela isihogo na? aya kuyahlula pakati kwabatengi na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Angarhweba ngayo na amahlulelana abambisayo, Ayabe phakathi kwabarhwebi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Angadliwa na amaqabane akhe? Angarhweba ngayo na phakathi kwabarhwebi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abarhwebi uthi bangarhweba ngayo? Ucing' ukuba bangahlulelana ngayo?