Job 42:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wabuyisa ukutinjwa kuka‐Jobi, akuba ebetandazele abahlobo bake: wayesongeza uyehova kuko konke abe enako u‐Jobi, kude kwapindwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wakubuyisa ukuthinjwa kukaYobhi, akubon ukuba ubathandazele oowabo. Wakongeza uYehova konke awayenako uYobhi, kwada kwaphindwa kabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wayitshintsha imeko kaYobhi xa wathandazela abahlobo bakhe; Waphinda uYehova wamnika uYobhi loo nto wayenayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba ke uYobi ebathandazele abahlobo bakhe kuNdikhoyo, uNdikhoyo waphinda wambuyisela uYobi kundalashe. Ewe, ubutyebi bakhe wada wabuphinda-phinda.