Job 42:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Jobi emveni kwoku iminyaka yalikulu elinamashumi mane, wabona onyana bake, nonyana bonyana bake, izizukulwana ezine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni koko, uYobhi wadla ubomi iminyaka elikhulu elinamanci mane, wabona oonyana bakhe, noonyana boonyana bakhe, izizukulwana zazine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko uYobhi waphila iminyaka elikhulu elinamashumi amane, wabona oonyana bakhe noonyana bakhe, ukusa kwizizukulwana ezine.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koku ke uYobi wahlala iminyaka elikhulu elinamashumi amane. Ewe, wada wabona abazukulwana nabantwana babo kwada kwaya kuthi xhaxhe ngesesine isizukulwana.