Job 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emini bayafumanana nobumnyama; nanjengasebusuku, bayaputaputa emini enkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emini baqubisana nobumnyama, Baphuthaphuthe kwemaqanda, ngathi kusebusuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emini bafumana ubumnyama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuba njalo ke kutsho kuhlw' emini kuzo; kuthi kusemin' emaqanda, zona zitotobe ziphampathe ngathi kukwabhadakazi!