Job 5:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kuko itemba kwihlwempu, iti inkohlakalo ivingce umlomo wayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubekho ke ithemba kosweleyo, Ubugqwetha buwuvale umlomo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubekho ke ithemba kosweleyo, Ubungendawo buyawuvala umlomo walo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke likhona ithemba nakumahlwempu; ke zona izikhohlakali zitsho zisikw' umlomo!