Job 5:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, unetamsanqa umntu owohlwaywa ngutixo; ngako ukubeta kwosomandla ungakudeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, unoyolo mntu owohlwaywa nguThixo! Musa ke ukukucekisa ukuthethisa kukaSomandla!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, unoyolo mntu owohlwaywa nguThixo; ke ngoko anisigwebi isohlwayo sikaSomandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, unenyhweba umntu olulekwa nguThixo; ngoko ke sukuyidela ingqeqesho kaSomandla!