Job 5:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezimbandezelweni zintandatu uya kukusindisa; nakwezisixe̔nxe ububi abuyi kukupata.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezimbandezelweni ezintandathu uya kukuhlangula, Nakwezisixhenxe akuyi kuchukunyiswa bububi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kukusindisa ezimbandezelweni ezintandathu; Kwabasixhenxe akukho bubi bungayi kuchukunyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uyaphinda-phinda ukukuhlangula ezinkathazweni, kanti ke ekugqibeleni akuyi kuba sachukunyiswa bubi.