Job 5:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ingcitakaliso nendlala wohleka ngazo; namaṙamncwa omhlaba akuyi kwoyika wona:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imbuqo nendlala uya kuyihleka, Nerhamncwa lasendle ungaloyiki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imbuqo nendlala uya kuyihleka, ungawoyiki amarhamncwa elizwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unxunguphalo nendlala ziya kuba yimfeketho kuwe, ungawaxhaleli namarhwamncwa ehlabathi.