Job 5:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndibonile mna ihilihili lisendelisa ingcambo; kodwa ndahla ndaqalekisa ikaya lalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndimbonile mna osisimathane emila; Ndaza ndalishwabulela ngesiquphe ikhaya lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabona isidenge sikhula, Ndaliqalekisa kwaoko ikhaya laso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakha ndasibona isityhakala sihluma; suka ke mna ndaliqalekisa elo khaya laso.