Job 6:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amandla am angamandla amatye na? inyama yam iyixina na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Angamandla amatye na amandla am? Inyama yam ilubhedu na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Angamandla amatye na amandla am? Okanye inyama yam lubhedu na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bendililitye na kakade? Ngaba ndisisinyithi?