Job 6:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abahambi bakwa‐Tema baqolosela; abaṙatyazi bakwa‐Sheba bayilangazelela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imikhoko yakwaTema yabheka, Imiqodi yakwaShebha yathemba yona;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banduluka amagorha akwaTema, abakwaShebha babalindile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinqwelo zaseTema zikhangela amanzi, nabahambi baseShebha baphunguza benethemba.