Job 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ayaba inkatazo yam yalinganiswa ipela, nelishwa lam lafunqulelwa ezintweni zokulinganisela kwa kunye!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akwaba bekulinganiswe nokulinganiswa ukukhathazeka kwam, Kwabekwa esikalini ukweyela kwam ndawonye nako!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabulinganiswe ubuhlwempu bam, Nomvandedwa wam ulinganiswe esikalini!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Akwaba iinkxwaleko zam beziveyishwe kakuhle, iinzingo zam zalinganiswa esikalini.