Job 6:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Badana, ngokuba bebetembile; beza kufika kona, bamatiswa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yadana, kuba ibikholosile; Yafika khona, yaneentloni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yadana, ngokuba ibikholosile; beza apho, badanile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke basuka badane ngenxa yelo themba labo, kuba bathi bakuya kule ntlambo bafike baphoxeke.