Job 6:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai ukuba namandla kweziteto ezifanelekileyo! kodwa kungati nina ukwohlwaya, ukwohlwaya okuvela kuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Asikuko nokuba ayahlaba amazwi athe tye! Ke ukohlwaya kwenu kohlwaya ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi indlela anamandla ngayo amazwi afanelekileyo! kodwa ingxabano yakho ikhalimela ntoni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wona amazwi athe ngqo aluncedo; ukanti ke ezi ngxoxo zenu ngaba ziphuhlisa ntoni?