Job 6:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku vumani nibeke ngakum; ngokuba ebusweni benu ndingayi kuxoka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makukholeke kuni ngoku, nibheke kum, Kuba okunene ebusweni benu andiyi kuthetha amanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yanelisa ngoku, khangela kum; kuba uyabona ukuba bubuxoki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke ngoku khanindijongisise, kuba andisoze ndinixokise ndijongene nani.