Job 6:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko elulwimini lwam na inkohlakalo? ikuhlangubo lam alingeqiqe na ubumenemene?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bukho na ubugqwetha elulwimini lwam? Ikhuhlangubo lam alingekuqondi na ukweyelisela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bukho na ububi elulwimini lwam? Ngaba incasa yam ayikwazi ukubona izinto ezingalunganga?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba nithi kunesikhwa na ukuthetha kwam? Nithi andisakwazi ukwahlukanisa phakathi kokubi nokuhle?”