Job 7:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko andiyi kubamba umlomo wam; ndiya kuteta eluxinezekweni lwomoya wam; ndokalaza ebuṙaṙeni bompefumlo wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nam andiyi kuwubamba umlomo wam; Ndiya kuthetha ekubandezelweni komoya wam, Ndikhalaze ebukrakreni bomphefumlo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, andiyi kuwuvala umlomo wam; Ndiya kuthetha ekubandezelweni komphefumlo wam; Ndiya kuwukhalaza umphefumlo wam ngenxa yobubi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hayi khona, andiyi kuthi cwaka! Ndiya kuwuphalaza umva-ndedwa wam, ndikhale ndibindekile!