Job 7:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandule ukunditusa ngamapupa, nokundoyikisa ngemiboniso:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka wena wandoyikisa ngamaphupha, Wandidandathekisa emibonweni,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku uyandoyikisa ngamaphupha yaye undoyikisa ngemibono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa wena usuka undirhwaqelise ngamaphupha; usuka undivingcele ngemibono.